WEBVTT
Kind: captions
Language: xh

00:00:00.000 --> 00:00:04.981
Into endifuna ukuyenza kulomboniso kukuba ndityelele imibono enikhe nayenza kodwa anayithathela igqalelo sukela

00:00:04.981 --> 00:00:10.638
ngeloxesha nanine minyaka eyi3 okanye u4, kodwa ngoku inoba nizakuyibona intsha ezakuthi
3

00:00:10.638 --> 00:00:14.402
isincede ukusazisa xasisebenza ngezinye intlobo zamanani. Ke ngoku sine "digit" eziyi u10 kumanani ethu

00:00:14.402 --> 00:00:22.804
Ke ngoku sine "digit" eziyi u10 kumanani ethu.Manditsho ndiqalise ukubala. Ke xa ungenanto ndizosebenzisa iphawu u0.

00:00:22.813 --> 00:00:27.669
Ndisebenzisa iphawu u1. Yeka ndiyilungise. Ke akhonto, ndibenento, Ndisebenzisa iphawu u1.

00:00:27.669 --> 00:00:34.387
Ukuba ndinezinto eziyi u2, ndizo sebenzisa iphawu u2. Ukuba ziyi u2, ndisebenzisa u3. Manditsho ndehlele

00:00:34.387 --> 00:00:40.566
phantsi kancinci ukuze ubone. Ukuba ndinezinto eziyi u4, ndizo sebenzisa elaphawu phana. Ukuba ndine

00:00:40.597 --> 00:00:50.922
zinto eziyi u5, ndizo sebenzisa eliphawu.Ukuba ndinezinto eziyi u5...masiyizobe kanjeya..ukuba izinto ziyi u6, ndithatha lena

00:00:50.922 --> 00:00:57.740
Ukuba ziyi u7, ndisebenzisa oluphawu. Ndiyayazi ukuba lento ingaku xaka kancinci, kodwa yonke

00:00:57.740 --> 00:01:04.676
lento inalo ichaphaza. ukuba ndinezinto eziyi u8, ndisebenzisa eliphawu. Ukuba ziyi u9 ndiza

00:01:04.676 --> 00:01:23.314
kusebenzisa eliphawu. Ndiphinde ndibene ziyi u10... loluphi uphawu emandilu sebenzise? Seke esebenze onke ayi10, ngoku sina

00:01:27.037 --> 00:01:30.698
u10 "systems", siphinde siwasebenzisa kwakhona. Ngoku siphinde sazisa icebo le "number places". Ubuthe ukuba

00:01:30.698 --> 00:01:38.654
apha ndino u10 omnye kunye no u1 abayi u0. Ke uthi uno u10 omnye kunye no u1 abayi u0.

00:01:38.654 --> 00:01:45.898
...kwaye oo u1 abayi u0. Lona simbiza u1, sithi ukwindawo ka10. Lento ithetha ukuthi u1,

00:01:45.898 --> 00:01:55.837
lento ithi"tens" enye, yi "1tens" uyidibanise no u1 abayi u0. Ke lento ithetha ukutsho.

00:01:55.837 --> 00:01:59.629
Kodwa bekunga nyanzelekanga siphinde siyisebenzise. Besino vele sibena maphawu aliqela.

00:01:59.629 --> 00:02:02.974
Mhlawmbi eli ibiliphawu, endaweni ye, mhlawmbi besenokwenza iphawu elitsha.

00:02:03.035 --> 00:02:06.982
Indaweni yoku, sowuyazi, zonke ezi bezinophawu lwazo, endaweni yokuba sisebenzise amadala

00:02:06.982 --> 00:02:13.231
Indaweni yoku, sowuyazi, zonke ezi bezinophawu lwazo, endaweni yokuba sisebenzise amadala

00:02:13.231 --> 00:02:17.021
phinda senze elinye iphawu layo... mandiye ku11, nditsho ndikhwezele eziko.

00:02:17.021 --> 00:02:21.946
Ke ngoku... 2,3,4,5,6,7,8,9,10,11.

00:02:21.946 --> 00:02:26.619
Ke, u11 kwi "number system" yethu, sithi ukuba lona ngu10... sithi lena ngu10

00:02:26.619 --> 00:02:35.071
...mandiyi bhale ngolu hlobo... u10 omnye. Kwaye nalena, ngu10 omnye, kunye no1 omnye.

00:02:35.071 --> 00:02:43.001
...kunye no1 omnye. Ke, ngu10 onye, umdibanise no1 omnye. Ndiyayazi ukuba lento ingaxaka xa uyibona

00:02:43.001 --> 00:02:49.121
ngale ndlela, kodwa imele ezizinto zinga. Ukuba besine "base" engu11, ndicinga ukuba besinovele

00:02:49.151 --> 00:02:51.813
sithi "base" ka12 we "number system", mhlawmbi besizo kubano phawu lalento

00:02:51.813 --> 00:02:55.544
endaweni yokuba siphinde sisebenzise "idigit" ezindala. Mhlawmbi upha belinoba bhetele

00:02:55.544 --> 00:02:59.464
... mhlawmbi ibinokuba bubuso obuncumileyo. leyo yinto esiyaziyo. Kwaye ndizakwazisa

00:02:59.464 --> 00:03:05.206
ezinkulu i"number base systems", kwimiboniso ezayo apho sibona, amaphawu

00:03:05.206 --> 00:03:09.115
asele esetyenzisiwe. Kodwa, into endifuna ukuyenza kulomboniso khawu cinge

00:03:09.115 --> 00:03:12.270
ngehlobo esibala ngalo, okanye ngawaphi amaphawu esinoku wasebenzisa

00:03:12.270 --> 00:03:16.152
ukuba besine "digit" ezimbalwa, balaseleyo, singenza

00:03:16.152 --> 00:03:19.530
njani ukuze sibale i"digits" eziyi u2 qha - ukuba besino

00:03:19.530 --> 00:03:23.973
u0 kunye no u1. Okubalulekileyo, sizakuyi cingisisa lento

00:03:23.973 --> 00:03:27.457
ukuba sizokuwa misa njani amanani kwi"base" zika u2.

00:03:27.457 --> 00:03:30.695
Eyona ndlela yethu ye"number system" ka"base" u10.

00:03:30.695 --> 00:03:33.523
Sine "digits" eziyi u10 - u0 uyoqhambuka ku9

00:03:33.523 --> 00:03:35.877
Singabala njani kwi"base" ka u2?

00:03:35.877 --> 00:03:38.531
Ke, ukuba unezinto eziyi u0, mhlawmbi ungathi

00:03:38.531 --> 00:03:41.295
"tshini, ndino u0. Ndingayisebenzisa le 'digit' ka u0."

00:03:41.295 --> 00:03:43.540
Ukuba ndinento enye, ndingakwazi ukuthi

00:03:43.540 --> 00:03:45.800
"tshini, Apha ndinento enye"... ngoba, sine

00:03:45.800 --> 00:03:47.874
'digits' zika u0 nezika u1. Ke, Manditsho ndiyicacise.

00:03:47.935 --> 00:03:54.809
Ezi 'digits' apha, i'digits' kwi 'base' zika u2, zingaba ngu u0 okanye

00:03:54.809 --> 00:03:58.477
Ukuba ndinento enye, ndingakwazi ukumsebenzisa inani u1

00:03:58.492 --> 00:04:02.115
Kodwa, ngoku ngokungxamiseka nje ezizinto ziyi u2 apha,

00:04:02.123 --> 00:04:07.153
kwaye ngoku ndilinganiselwe... kwezi 'digits' zimbini phana.

00:04:07.184 --> 00:04:09.844
Ke ngoku, lento ndingayi beka njani. Ke, indaweni yokuba

00:04:09.844 --> 00:04:13.415
ndibene "ten's place", ndingenza i"two's place".

00:04:13.415 --> 00:04:16.218
...kwaye Ndiyayazi ukuba lento ingavakala ngathi ayivakali ncam kodwa ndicinga ukuba uzaku

00:04:16.218 --> 00:04:22.718
qhela kancinci kancinci. Ke, apha sine 'base' ka u10, sithi ukuba sino u10 oyi u1 kunye no u0 oyi u1.

00:04:22.718 --> 00:04:25.722
Ke ngoku kwi'base' ka u2, kutheni singavele sibeno

00:04:25.722 --> 00:04:30.041
1,2 - 1,2 - kunye no u0,1.

00:04:30.041 --> 00:04:33.383
Yeka ndicacise lento. Ke, lento ilapha yona ithetha ukuthi

00:04:33.383 --> 00:04:39.159
1,2 kunye no0,1.

00:04:39.189 --> 00:04:42.595
Ndifuna ukuqinisekisa ukuba uyawuqonda lomzekelo apha.

00:04:42.595 --> 00:04:45.149
Kwi isinqu ka u10... mandibhale inani elikhulu apha kwi siqu ka u10...

00:04:45.149 --> 00:04:49.266
...kwaye ke ukuba ndibhala elinani u256 kwi 'base' ka u10...

00:04:49.266 --> 00:04:53.833
ngoko ke, leyana phana yi'base' ka u10, lento ithetha ukuthini?

00:04:53.833 --> 00:04:58.777
Lento ithetha ukuthi u200, ngoku ke, u2 umphinde ngo u100...

00:04:58.777 --> 00:05:03.337
okanye, mhlawumbi mandibhale phantsi eligama ukuze ndinga phazamisi amaphawu..

00:05:03.337 --> 00:05:09.391
u200 udibanise u5 uphinde ngo... okanye mhlawmbi mandithi u200

00:05:09.391 --> 00:05:19.917
umdibanise no u5 ophindwe ngo u10... u200, umdibanise no u5 ophindwe ngo u10, udibanise u6 ophindwe ngo u1.

00:05:19.917 --> 00:05:22.133
Lento yilena ndiyibonisayo apha, kwaye ihlobo esiyazi ngayo thina lento kukuba

00:05:22.133 --> 00:05:25.578
siyayazi ukuba sibhekela kabini ngasekhohlo, lena yindawo yesi u100

00:05:25.578 --> 00:05:31.469
lena yona yindawo yesi u10, lena yona ibeyindawo yesi u1.

00:05:31.469 --> 00:05:36.290
Kwaye ukuba uyazazi i"exponents" zakho, lento ilingana no u10 umphinda phinde ngo u10.

00:05:36.290 --> 00:05:39.964
Lento apha iyodwa nje ilingana no u10 umphinde kwangaye kanye

00:05:39.964 --> 00:05:42.473
kwaye lento iyalingana no10 aziphindaphinde kokwakhw, ndiyathemba

00:05:42.473 --> 00:05:43.958
ungayibiza, u0 umphinde.

00:05:43.958 --> 00:05:46.650
Okanye, ukuba uyazazi i"exponents" zakho, lento ngu

00:05:46.650 --> 00:05:49.900
u10 kwi "power" ka u2, lena yona ngu u10 kwi "power" ka u1,

00:05:49.900 --> 00:05:52.209
kwaye lena yona ngu u10 kwi "power" ka u0.

00:05:52.209 --> 00:05:53.355
ukuba ubudibanise enye i"digit" apha, lonto

00:05:53.355 --> 00:05:55.055
ibizakuba yindawo yesi u1000, ebizakuba ngu

00:05:55.055 --> 00:05:56.848
u10 umphinde ngo u10 uphinde kwakhona umphinde ngo u10.

00:05:56.848 --> 00:05:58.871
Siza kuphinda senze ngqo kwalento inye kwi "base" ka u2

00:05:58.871 --> 00:06:00.755
kodwa, endaweni yokusebenzisa u10, sizaku

00:06:00.755 --> 00:06:03.407
kusebenzisa u2.Ngoku Ke lena yindawo ka u2.

00:06:03.407 --> 00:06:06.580
Lena apha yindawo ka u2. lena yona yindawo ka u1.

00:06:06.580 --> 00:06:09.507
ukuba sidibanisa ezinye i"digits'... manditsho ndiyicacise...

00:06:09.507 --> 00:06:13.733
Ke kwi base ka u2... mandibhale

00:06:13.733 --> 00:06:17.356
Khumbula, kiwsiqu sika2 ndinga sebenzisa u0 okanye u1.

00:06:17.356 --> 00:06:22.315
Ngoko ke, kwisiqu sika2, mhlawumbi ndienani u1010

00:06:22.315 --> 00:06:25.608
ngoko ke xa ucinga ngayo ngalendlela, ukuba lento ibinesiqu u10

00:06:25.608 --> 00:06:29.167
ungayiza lento ukuba ikwi ndawoye10, kwindawo 100, kwaye kwindawo 1000.

00:06:29.167 --> 00:06:32.262
Kodwa, lento ngoku inesiqu u2. ngoko ke mandicacise.

00:06:32.262 --> 00:06:35.435
Sisebenzisa imivo eyi2. Ngoko ke kwisiqu u2

00:06:35.435 --> 00:06:37.928
lento apha isekwindawo yokuqala

00:06:37.928 --> 00:06:40.731
ngoku lento izakuba kwindawo yesibini

00:06:40.731 --> 00:06:42.815
khumbula, kwisiqu u10 ibikwindawo ye10, ngoku

00:06:42.815 --> 00:06:44.346
lento ikwindawo yesibini.

00:06:44.346 --> 00:06:47.577
Ngoku izakuba ngu, kwaye ungenza uqikelelo apha

00:06:47.577 --> 00:06:49.615
100 ibingu 10 umphinda-phinde ngo10.

00:06:49.615 --> 00:06:53.252
Xa sisiya kabini ngasekunene kwisiqu u2

00:06:53.252 --> 00:06:55.760
lento ufenele ukuba ibe ngu 2 umphinda-phinde ngo 2 kwindawo yesibini.

00:06:55.760 --> 00:07:03.695
Okanye lento ibekwindawo yesine. Lento ilapha izakuba kwindawo yesibhozo.

00:07:03.695 --> 00:07:06.662
Ngoko ke, ukuba ufuna ukucinga ngayo ngendlela

00:07:06.662 --> 00:07:12.564
yesiqu esingu 2, lento ngu 1, ngu 18, dibanisa

00:07:12.564 --> 00:07:22.613
dibanisa u1 2, dibanisa 0. Dibanisa 0.

00:07:22.613 --> 00:07:25.336
Ngoko ke, ukuba ubufuna ukubala lento nganye gqo elinani

00:07:25.336 --> 00:07:30.134
kwisiqu u10, ngu 1, 8 dibanisa 1, 2.

00:07:30.149 --> 00:07:34.562
ngoko ke kwisiqu esingu 10 lento izakuba ... mandiyibhale phezulu apha...

00:07:34.562 --> 00:07:39.173
kwisiqu sia10 izokuba ngu8 umdibanise no2, into ethetha ukuba ngu10

00:07:39.173 --> 00:07:43.941
Ngoko ke, lento enisiqu esingu 10. Lento uyibonisa ngoluhlobo

00:07:43.941 --> 00:07:47.517
siyazi nggendlela ezininzi- nje ngezinto eziyi10.

00:07:47.517 --> 00:07:50.152
Lento uzakuyibonisa ngoluhlobo inesiqu esingu 2.

00:07:50.152 --> 00:07:53.763
Lento siyazi ngoluhlobo ukuba ngesiyibonisile inesiqu esingu 10.

00:07:53.763 --> 00:07:56.334
Ngoku masiqhubekele phambili apha, ukuqinisekisa ukuba siyaziqonda kakuhle izinto.

00:07:56.334 --> 00:08:01.256
Ngoko ke lento ingaveza, kulungile, kwisiqu esingu 2 sino 1...

00:08:01.256 --> 00:08:04.708
ukuba ufuna izinto zibe mbini- ngu 1, 2 kunye 0, 1

00:08:04.708 --> 00:08:08.795
ngoku xa zintathu izinto zethu izakuba 1,2 dibanisa 1.

00:08:08.795 --> 00:08:11.469
Ngoko ke mandiyenze phezulu apha, ngoko ke lento izakuba 1,2

00:08:11.469 --> 00:08:13.031
dibanisa 1.

00:08:13.031 --> 00:08:18.085
ngoko ke lento zizinto ezontathu ezinesiqu u2.

00:08:18.085 --> 00:08:23.967
Ngoku xa sihamba lendlela lento, ngoko ke phezululu apha zizakuba no 1,4...

00:08:23.967 --> 00:08:25.855
0,2 kunye 0,1.

00:08:25.871 --> 00:08:27.924
Ngoko ke ngoku siya kwindawo yesine.

00:08:27.924 --> 00:08:29.948
Ngoba ngokukhawuleza sidibanise yonke into.

00:08:29.948 --> 00:08:32.402
Ukuba ziqwalasela ezininzi, kuzakufuneka siye kwindawo ezininzi

00:08:32.402 --> 00:08:34.333
nje ngokuba besenzile kwisiqu esingu 10, kodwa ngoku singasebenzisa

00:08:34.333 --> 00:08:35.971
imivo u 0 kunye no 1.

00:08:35.971 --> 00:08:41.008
Ngoko ke ngoku sizakuba no1 abayi 4, 0 abayi 2, no0 oyi1.

00:08:41.008 --> 00:08:44.069
ngoku xa sidibanisa u1 kwakhona, sizakudibanisa u1 kunye nomye u1

00:08:44.069 --> 00:08:49.915
ngoko ke, ngoku sino 1 abiyi 4, no0 abayi 2, kunye no1 oyi 1.

00:08:49.915 --> 00:08:53.215
kwaye xa ndicacisa, lento zizinto ezininzi.

00:08:53.215 --> 00:08:57.767
Lento zizinto ezininzi kwisiqu esingu 2, lento ikwindawo yesine

00:08:57.767 --> 00:09:00.006
oo-1 abayi 4 kunye no 1 oyi 1. Ukuba ufuna ukuguqula

00:09:00.006 --> 00:09:02.263
lento ibe kwindawo wesishumi, unga khangela

00:09:02.263 --> 00:09:08.146
" lona angu 1 no 4, no 0 abayi 2, kunye no 1 oyi 1."

00:09:08.146 --> 00:09:11.444
Ngoko ke ukuba uno 4 kunye no1, singaba bhala

00:09:11.444 --> 00:09:14.082
ngophawu luka 5 isiqu ibe ngu 10, kodwa

00:09:14.082 --> 00:09:16.992
asinaphawu lokulive kwisiqu sethu esingu 2.

00:09:16.992 --> 00:09:19.602
Masiye kulento. Ngoko ke, ngoku sizakwandisa onye u1 ngaphezulu.

00:09:19.602 --> 00:09:21.590
Ngoko ke, singayibonisa njani lonto kwisiqu esingu 2?

00:09:21.590 --> 00:09:23.367
Lento ngokuqinisekileyo, sizakufumana oo-1 abayi 4...

00:09:23.367 --> 00:09:27.163
kwaye kwango ko sizakufumana oo-1 abyi 2..kwaye kwango ko

00:09:27.163 --> 00:09:29.257
sizakuba no-0 omnye.

00:09:29.257 --> 00:09:32.248
Kwaye ukuba siyayigcina ...izakonwabisa ukuyaphambili

00:09:32.248 --> 00:09:34.133
kwisiqu u2, uzakuqala kuxhomo lwayo.

00:09:34.133 --> 00:09:36.587
Ngoko ke, apha sizakudibanisa u1 no1 kulento ngoko ke si-

00:09:36.587 --> 00:09:38.610
funa 1, 1, 1.

00:09:38.610 --> 00:09:40.125
Kwaye ngoku xa sifika ku8, akukho

00:09:40.125 --> 00:09:42.025
ndlela yokwangeza nayiphi na naka-

00:09:42.025 --> 00:09:44.518
ngakanani na, ngoko ke kufuneka sifumane indawo entsha...kufuneka siye

00:09:44.518 --> 00:09:46.761
kwindawo yesibhozo. ngoko ke sino 8 omnye...

00:09:46.761 --> 00:09:50.723
no0 abayi 4, no 0 abayi 2, kunye no0 omnye.

00:09:50.723 --> 00:09:52.983
Lento apha, ingakhangeleka ngathi nje ngo 1000 kuwe

00:09:52.983 --> 00:09:55.475
kodwa ibizakuba ngu 1000 ukuba besinesiqu esingu 10.

00:09:55.475 --> 00:10:02.023
Kwisiqu esingu 2, lento zizinto ezininzi. Lento zizi eziyi 8 kwisiqu u 2.

00:10:02.023 --> 00:10:04.237
Xa sisiya... xa usandisa ku1, siza

00:10:04.237 --> 00:10:07.064
kuba nezinto ezininzi, sizakuba no 8 omnye, kwaye kwangoko sizakuba no 1 omnye.

00:10:07.064 --> 00:10:10.181
Ngoko ke izakuba ngu 1001.

00:10:10.181 --> 00:10:15.026
Kwaye kwangoko, ndizakuohela apha, kulento siyithatha ukuba zizinto ezyi10...

00:10:15.026 --> 00:10:20.485
kwisiqu 10, ubungathi uno 8 omnye, kwaye uzakudinga u2 omnye.

00:10:20.485 --> 00:10:23.648
ngoko ke oo- 0 abayi 4, kunye no no 1 abangekhoyo.

00:10:23.648 --> 00:10:28.029
Ngoko ke, lento apha ngu 10 onesiqu u2.

00:10:28.029 --> 00:10:30.537
Lento ngu 10 kwisiqu u 10.

00:10:30.583 --> 99:59:59.999
ngethemba lokuba ayinibhidekisi kakhulu.

